GOSPEL MUSICLYRICSNIGERIAN SONGSVIDEOS

Download Zahara – Nqaba Yam (Mp3, lyrics, Video)

CLICK HERE TO DOWNLOAD FAST!!!
Zahara - Nqaba Yam (Mp3, lyrics, Video)
Zahara – Nqaba Yam (Mp3, lyrics, Video)

Super Star Minister And African Christian Gospel Song Musician Zahara Releases A Spirit-filled Song Titled “ Nqaba Yam ” Mp3 Download, “ Nqaba Yam” Song Also comes with the Mp3 Audio With A unique Lyrics And The official Video.

This Song “ Nqaba Yam ” is an interesting Project that will surely worth a place in your heart if you are a lover of nice Gospel music.

Download Nqaba Yam Mp3 By Zahara

DOWNLOAD MP3

Nqaba Yam video By Zahara

Nqaba Yam lyrics By Zahara

Ndifihle kuwe nqaba yam
Izilingo zindilingile
Ndalingeka nam
Eya bazame ukundiyenza
Isiyatha nam ndayathazeka eya eya

Ndithemba wena
Mandingaze ndidaniswe
Ngowa ngowa themba
Mhhh mandingaze ndidaniswe

Ndiqatshukelwe nguqa
Isiphongo sam
Nda mongoza sula kaluko nqaba yam
Bambe linga gqithekanga
Ikhe ngendisiva ndisesirogweni
Khawuleza kaloko eya

Ndithemba wena
Mandingaze ndidaniswe
Ngowa ngowa themba
Mhhh mandingaze ndidaniswe

Ndizifihla kuwe (Nqaba yam)
Hoya (Bongo lam ulithemba lam)
Ndizifihla kuwe (Nqaba yam)
Hoya (Bongo lam ulithemba lam)

Ndizifihla kuwe (Nqaba yam)
Hoya (Bongo lam ulithemba lam)
Ndizifihla kuwe (Nqaba yam)
Hoya (Bongo lam ulithemba lam)

Ndithemba wena
Mandingaze ndidaniswe
Ngowa ngowa themba
Mhhh mandingaze ndidaniswe

Ndizifihla kuwewe (Nqaba yam)
Hoya (Bongo lam ulithemba lam)
Ndizifihle kuwe (Nqaba yam)
Hoya (Bongo lam ulithemba lam)

Ndizifihla kuwe (Nqaba yam)
Hoya (Bongo lam ulithemba lam)
Ndizifihla kuwe (Nqaba yam)
Hoya (Bongo lam ulithemba lam)

Nqaba yami (Nqaba yam)
Hoya (Bongo lam ulithemba lam)
Uyinqaba yami (Nqaba yam)
Hoya (Bongo lam ulithemba lam)

Ndizifihla kuwe (Nqaba yam)
Hoya (Bongo lam ulithemba lam)
Ndizifihla kuwe (Nqaba yam)
Hoya (Bongo lam ulithemba lam)

Leave a Reply